LYRICS

LYRICS: Sun-EL Musician – Mandinaye ft. Ami Faku

By

on

LYRICS: Sun-EL Musician – Mandinaye ft. Ami Faku

LYRICS: Sun-EL Musician – Mandinaye ft. Ami Faku

Hayi andizendi mfethu
Nkathalo itshonlemuva
llandwa yinkolo yami

Yokuthi ndileq’iphupha elinguwe
Kumil’izwe kofika wena
Nomphefumlo uphel’amandla
Ndimelwe yintlizo nengqondo, neslmilo

Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami

 

Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Hayi andizendi mfethu

Nkathalo itshonlemuva
llandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileq’iphupha elinguwe

Kumil’izwe kofika wena
Nomphefumlo uphel’amandla
Ndimelwe yintlizo nengqondo
Neslmilo

Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami

Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Mandinaye, mandinaye, mandinaye
Mandinaye, mandinaye, mandinaye

DOWNLOAD AUDIO

Recommended for you