fbpx

LYRICS

LYRICS: Zu. – Believe ft. Msaki & Stakev

By

on

Zu - Believe ft. Msaki & Stakev

LYRICS: Zu. – Believe ft. Msaki & Stakev

Ma ba zibon izenzo zakho zingqamana na, mazwi akho
Hiba lingqina lezimangaliso
Sendiyabona thina, siyimbumba pha (woooo)
Sibhiyozel ukufezwa kwamaphupho

Ndiphuphe ndilele ndiphupha iphupha
Kusithwa, brown baby now’s the time to unite
Ndavuka, ndothuka, ndacinga, ndavuya
Kusithwa brown baby now’s the time to unite

Oooh, up! Rise up! ooh! up! rise bhabha!

 

Unolwazi o’bunzulu, bukusondeza kubuwena
(nguwe,nguwe ingwenya)
uyingwena, mntase (ooh)
‘ba buyazi, lemibuso ikukhanyisela lendlela
(mabuded ubumnyama)
Sekunjena, nguwe ithemba

Oooh up! Rise up! ooh! up! rise bhabha!

DOWNLOAD AUDIO

Recommended for you