LYRICS: Prince Kaybee – Zimbali ft. Ami Faku
Kudala ndikthande
Ndifuna siblome kanje, kanje imihla nezolo
Ekhaya bayazi ndibahlebele
Ukuba nguwe, nguwe umaqondana wami
Utheni ngathi?
Kudala sisazana
Andikalali masiye ezimbali
Utheni ngathi? (Utheni ngathi?)
Kudala sisazana
Andikalali masiye ezimbali
Masiye ezimbali
Sibe kamnandi
Masikhohlwe yonkinto
Siyeke yonkinto
Masiye ezimbali
Sibe kamnandi
Masikhohlwe yonkinto
Siyeke yonkinto
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Masiye ezimbali
Sibe kamnandi
Masikhohlwe yonkinto
Siyeke yonkinto
Masiye ezimbali
Sibe kamnandi
Masikhohlwe yonkinto
Siyeke yonkinto
Utheni ngathi?
Kudala sisazana
Andikalali masiye ezimbali
Utheni ngathi? (Utheni ngathi?)
Kudala sisazana
Andikalali masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali
Ezimbali, masiye ezimbali