LYRICS

[LYRICS] Vusi Nova – Nomathemba

By

on

 

Xandingakuthemba
Mhlawumbi kungalunga
Mhlawumbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe

Kodwa awuthembakali
Kanti ukhula nini?
Kutheni unje na?
Uvuyis’ iintshaba
Baby, lonto ayilunganga
Lento uyenzayo

[x4]
Andisazi siya phi na
Andisazi konakele phi

[x2]
Wen’ ufuna ntoni na?
Ndikwenzela konke
Ndikwenzela konke

Xa ndihleli ndodwa
Xa ndihleli ndedwa
Ndithi andisakufuni
Kuphelile!
Kuphelile!
Kodwa xa ndinaye
Xa ndinaye
Ndibanjwa luthando
Ndibethwe luvalo

Uliculwelimnandi eendlebeni zam
Uyingoma
Ndinothando ngaphakathi

Oh baby
Oh baby
Mas’hambe ke
Mas’hambe ke
Mna nawe
Mna nawe
Mina nawe

Xandingakuthemba
Mhlawumbi kungalunga
Mhlawumbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe

Recommended for you