LYRICS

[LYRICS] Amanda Black – Buyela Kum

By

on

[LYRICS] Amanda Black – Buyela Kum

[Verse 1]
Andikwaz’ukulala ndicingana nawe
Uzobuya nini?
I need to hear your voice eb’suku nemini
Baby wam’, ndithanda wena wedwa
Kutheni ungafun’ uk’thanda mina ndedwa
I need to feel you close to me
Cause I can’t breathe without you

[Pre-Chorus]
Sthandwa sam’
Bambo lwam’
Why undenza so
Kutheni undenza so
Ndifun’ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam
Bambo lwami
Why undenza so
Kuthen’undenza so oh
Ndifun’ukuhlala ndingowakho

[Chorus]
Buyela kum’
Buyela kum’ sthandwa
Ntliziyo yam’ ifuna wena
Ooh nok’ba awundithandi
Ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam’

[Verse 2]
Time and time again
Ndimane ndikhubeka
Andimfun’ omunye
Ngaphandle kwakho
Kodwa nd’yahluleka
Wen’uyabaleka
You don’t love me like I love you baby baby
Mna ndifuna wena
Wen’ ufunomunye…

[Pre-Chorus]
Sthandwa sam’
Bambo lwam’
Why undenza so
Kutheni undenza so
Ndifun’ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sami
Bambo lami
Why undenza so
Kuthen’ undenza so oh
Ndifun’ukuhlala ndingowakho

[Chorus]
Buyela kum’
Buyela kum’ sthandwa
Ntliziyo yam’ ifuna wena
Ooh nok’ba awundithandi
Ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam’

[Bridge]
Why you makin’ me so crazy
Wen’ uyandphambanisa
Hlal’ undphazamisa
Dlala ngenhliziyo yam’
Tell me what I gotta do
Phila ngaphandle kwakho and’cingi tu
Why you makin’ me so crazy
Wen’ uyandphambanisa
Hlal’ undphazamisa
Dlala ngenhliziyo yam’
Tell me what I gotta do
To be with you

[Chorus]
Buyela kum’
Buyela kum’ sthandwa
Ntliziyo yam’ ifuna wena
Ooh nok’ba awundithandi
Ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam’

DOWNLOAD AUDIO

Recommended for you